Dali wami

Om sangen

 

Tekst

Yelele yeee

Kudala mandifunana nentombi enjengawe

Kudala mandifunana nawe sthandwa sami

Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo

Uyaw’thuthuzela umoya wami

Ndiboniswa mina nawe siphil’iminyaka

Njengamajuba sofa silahlane

Aw mihla nezolo mihla nezolo

Uyaw’thuthuzela umoya wami

 

We dali wam

Wena sweety wami

Ndithanda wena wedwa nje

Ndifuna nokuk’shada yoo

Makungenzeka khona kusasa lo

 

Aw ntombazana ndithi kuwe ndithi kiwe

Kuzawude kube nini na ndidlalisa

Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile

Ndifun’intombi ezawungenza indoda emadodeni yo

Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo

Ndithanda indlela le wena ntombi oz’xhenya ngayo

Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile

Mm Uyawuthuthuzela umoya wami

 

Kudala mandifunana nentombi enjengawe

Kudala mandifunana nawe sthandwa sami

Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo

Uyaw’thuthuzela umoya wami

Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo

Ndithanda indlela le wena ntombi oz’xhenya ngayo

Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile

Mm Uyawuthuthuzela umoya wami

 

Lydfiler